testi.xyz

047 – wen’ungowam testo

attendere prego...

darly, babe
i’ve prayed for you
and i know yes i know

to take it there
sthandwa sam
i’ve prayed for you
ndithandazile
and i know yes i know
we can take it there
ngoba kudala sigudla mna nawe
nawe uyayazi
so we can take it slow xa ingaba yinto oyifunayo leyo

wen’ungowam ungowam ndithanda wena wedwa
akekho omunye ofana nawe
wen’ usis’thandwa sam
ndibonga umdali ngawe ngothando olunje
ngoba ndingowakho kunaphakade
ndibonga umdali ngawe ngothando olunje
ngoba ndingowakho kunaphakade
indlela ondibamba ng+yo
ondithanda ng+yo
babe ndingowakho
ngoba ungowam kunaphakade
kudala sigudla mina nawe
babe ndingowakho
so we can take it slow xa ingaba yinto oyifunayo leyo, yinto oyifunayo leyo

wen’ungowam, ungowam
ndithanda wena wedwa
akekho omunye ofana nawe
wen’ usis’thandwa sam
i couldn’t ask for more
coz babe you were all that i need in my life
now babe i love you till forever
i couldn’t ask for more
coz babe you were all that i need in my life
now babe nd’zokuthanda till forever
intliziyo yam ngeyakho
uthando lwam lolwakho
akasoze abe khona ofana nawe
now babe i love till forever
kudala sigudla mina nawe
nawe uyayazi babe
so we can take it slow xa ingaba yinto oyifunayo leyo
babe

wen’ungowam, ungowam
ndithanda wena wedwa
akekho omunye ofana nawe
wen’usthandwa sam
wen’ungowam, ungowam
ndithanda wena wedwa
akekho omunye ofana nawe
wen’ usis’thandwa sam

wen’ungowam, ungowam
ndithanda wena wedwa
akekho omunye ofana nawe
wen’ usis’thandwa sam

- 047 testo

Testi di Random